Back to Top

Afro Jabba - Ndisakuthanda Lyrics

Afro Jabba - Ndisakuthanda Lyrics

Mmmh Ndisakuthanda mina x4

Ndizamile, ukuba utata wekhaye lethu Ngutata wezingani zethu, indoda eqotho kuwe Ndohlulekile Kuba, awuyazi owifunayo Ndakunika isandla wena, wathi ufuna ingalo yonke Ndakunika ingalo yonke... Awuyazi oyifunayo Ndakunika umoya wami wena, wathi ufuna ubomi bami bonke.. Ndakunika ubomi bami bonke Awuyazi oyifunayo..

Mmmh Ndisakuthanda mina x2

Ingabe ndim na! Lo... Ndilahlekelwa nguwe sthandwa sami Nguwe mama wekhaya lami Ndisathakunda mina.. Ingabe ndim na! Lo Ndilahlekelwa lulo usapho lwami.. Lulo usana lwami Ndisakuthanda mina...

Hmmm Ndisakuthanda mina x2

Ukuba ndinga buyisela ixesha emuva Yebo nginga kwenza mina.. Ndibuyisele zonke imposo zami emuva ndazenza kuwe, Isizungu siyangibulala Kuba wena ungekho eduzane kwami.. Ndikhumbula inxolo yengani zethu zidlala ngaphandle.. Ngisho nawe ulele esifubeni sami Ungixelela lamagama Jabu heyi!! Ndisakuthanda mina Yeh!! Ndisakuthanda mina.. Nomalizo!!!!

[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.

Writer: JABULANI NHLAPHO, NGCEBO CHARLES MDIMA
Copyright: Lyrics © Universal Music Publishing Group

Back to: Afro Jabba

Afro Jabba - Ndisakuthanda Video
(Show video at the top of the page)

Tags:
No tags yet