Heey ndino'mona ngawe
Undikhalisa, undikhalisa ubusuku bonke
Liyoze oluthando luphele nini?
Ndizi hlukumezisa, ndizihlukumezisa ngawe
Inde lendlela endiyi hambileyo
Ndiyabona udikiwe ndim
Inde lendlela, endiyi gqithileyo
Ndifuna uk'bona ubuso bakho
Ndihlala ndikucinga
Phezolo bebendibuza ukuthi wayaphi unyanomntu
Utshone phi ndicele uphume baby
Abanye bayahleka
Ndihlala ndithandaza
Ukuthi kuphele konke
Ubuhlungu endinabo
Inde lendlela endiyi hambileyo
Ndiyabona udikiwe ndim
Inde lendlela, endiyi gqithileyo
Ndifuna uk'bona ubuso bakho
Inde lendlela endiyi hambileyo (Inde lendlela endiyi hambileyo)
Ndiyabona udikiwe ndim (bona udikiwe ndim)
Inde lendlela, endiyi gqithileyo (Inde lendlela, endiyi gqithileyo)
Ndifuna uk'bona ubuso bakho
Ndinomona ngawe
Zimela
Ukuze ndingaku boni (Ndinomona ngawe)
Ndisezoma ngaphandle (Ndinomona ngawe)
Phendula ukuthi ndenze njani (Ndinomona ngawe)
Ndincede makhelwane (Ndinomona ngawe)
Inde lendlela endiyi hambileyo (Inde lendlela endiyi hambileyo)
Ndiyabona udikiwe ndim (bona udikiwe ndim)
Indi lendlela , endiyi gqithileyo (Indi lendlela , endiyi gqithileyo)
Endiyi hambileyo (Endiyi hambileyo)
Ndinomona ngawe