Back to Top

Berita - Phindile Lyrics



Berita - Phindile Lyrics
Official




Wemka nomoya ngobusuku
Ndavuka engekho
Ndazibuza inoba ubone bani
Wamlandile

Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu ngaphandle kwakho
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Lakushona ilanga
Kushushu kubanda ndizakuchopha kulendawo
Kulendawo
Yakunetha imvula noba kuyaduduma
Ndizakunyamezela ndilinde wena

Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
We phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu ngaphandle kwakho
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Uthi ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni

Uthi ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni


Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni
[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.


We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.




Wemka nomoya ngobusuku
Ndavuka engekho
Ndazibuza inoba ubone bani
Wamlandile

Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu ngaphandle kwakho
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Lakushona ilanga
Kushushu kubanda ndizakuchopha kulendawo
Kulendawo
Yakunetha imvula noba kuyaduduma
Ndizakunyamezela ndilinde wena

Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
We phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu ngaphandle kwakho
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Uthi ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni

Uthi ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni


Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile
Phindile phindile
Ndisakulindile ndisakulindile

Andiziboni ndithanda omuny'umuntu
Ndisakulindile ndisakulindile
Kuba lendawu ebiyeyakho isayeyakho
Ndisakulindile ndisakulindile

Ndiqhubekeke njani
Ndilibale kanjani
Ndithethe nabani
Ndenze ntoni
[ Correct these Lyrics ]
Writer: GUGULETHU KHUMALO, LINDA GCWENSA, MOJALEFA THEBE
Copyright: Lyrics © Universal Music Publishing Group, Downtown Music Publishing

Back to: Berita



Berita - Phindile Video
(Show video at the top of the page)

Tags:
No tags yet