Back to Top

Miriam Makeba - Mbube (with The Chad Mitchell Trio) Lyrics



Miriam Makeba - Mbube (with The Chad Mitchell Trio) Lyrics
Official




Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yeh hay hay hay hay hay
Kutheni ngath'andiva kahle nje mfowethu?
Yintoni ngathi niyanxila nje?

Bathi walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yeh hay hay hay hay hay
Woya

Yiyo helele uyimbube mama bo
Helele, helele (Uyimbube)
Ndanxila bo
Ndazula mna (Uyimbube)
Ndanxila bo
Iyelele yelele mama (Uyimbube)

Ndanxila bo (Mbube hah)
Ndazula mna (Uyimbube hay)
Ndanxila (Uyimbube hay)
Iyelele yelele mama (Uyimbube hay)

Iyelele, helele, helele, helele (Uyimbube hay)
Bathi uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Iyelele, helele, helele, helele (Uyimbube hay)
Bathi uyimbube mama (Wimoweh)
Helele mama (Wimoweh)

Yiyo yelele uyimbube mama bo (Uyimbube hay)
Yelele mama (Wimoweh)

Yiyo wowu, wowu uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Hey, hey, hey yelele (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele ma (Wimoweh)

Hey, hey, hey (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele (Wimoweh)

Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Wimoweh)
Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Wimoweh)
Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Ndithi ndakuthetha mna (Wimoweh)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Ndithi ndakuthetha mna (Wimoweh)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Hey, hey, hey, helele (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele mama (Wimoweh)

Awu yelele, helele, helele, helele (Wimoweh)
Bathi uyimbube mama ndazula mama (Wimoweh)

Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)

Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yiza!
Yeh hay hay hay hay hay
[ Correct these Lyrics ]

[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.


We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.


Xhosa

Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yeh hay hay hay hay hay
Kutheni ngath'andiva kahle nje mfowethu?
Yintoni ngathi niyanxila nje?

Bathi walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yeh hay hay hay hay hay
Woya

Yiyo helele uyimbube mama bo
Helele, helele (Uyimbube)
Ndanxila bo
Ndazula mna (Uyimbube)
Ndanxila bo
Iyelele yelele mama (Uyimbube)

Ndanxila bo (Mbube hah)
Ndazula mna (Uyimbube hay)
Ndanxila (Uyimbube hay)
Iyelele yelele mama (Uyimbube hay)

Iyelele, helele, helele, helele (Uyimbube hay)
Bathi uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Iyelele, helele, helele, helele (Uyimbube hay)
Bathi uyimbube mama (Wimoweh)
Helele mama (Wimoweh)

Yiyo yelele uyimbube mama bo (Uyimbube hay)
Yelele mama (Wimoweh)

Yiyo wowu, wowu uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Hey, hey, hey yelele (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele ma (Wimoweh)

Hey, hey, hey (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele (Wimoweh)

Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Wimoweh)
Hayi, hayi, hayi, hayi, hayi, hayi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Ndazula mama (Wimoweh)

Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Wimoweh)
Hayi hayi hayi hayi hayi hayi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Ndithi ndakuthetha mna (Wimoweh)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Ndithi ndakuthetha mna (Wimoweh)
Kwasuka kwanxila amadoda bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Hey, hey, hey, helele (Wimoweh)
Uyimbube mama yelele mama (Wimoweh)

Awu yelele, helele, helele, helele (Wimoweh)
Bathi uyimbube mama ndazula mama (Wimoweh)

Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Wimoweh)
Yelele mama (Wimoweh)

Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Yi, yi, yi, yi, yi, yi (Wimoweh)
Uyimbube mama bo (Uyimbube)
Helele mama (Uyimbube)

Walal'emini sodliw'amathamsanqa mama
Yiza!
Yeh hay hay hay hay hay
[ Correct these Lyrics ]
Writer: Solomon Linda
Copyright: Lyrics © T.R.O. INC.

Back to: Miriam Makeba



Performed By: Miriam Makeba
Language: Xhosa
Length: 3:19
Written by: Solomon Linda
[Correct Info]
Tags:
No tags yet