Back to Top

Gibel' Inkwenkwezi Video (MV)

Msaki - Gibel' Inkwenkwezi Lyrics
Official

Bendimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu egibel' inkwenkezi
Bendimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu egibel' inkwenkezi

Ndimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel' inkwenkezi
Ndimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel' inkwenkezi

Nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi
Nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi

He magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
Nizode nizingele nini na (amamaphiko nzabonisa into)
He magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
Banjani abafana balelali (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko nzabonisa into)
He hayeya (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko ntana katixo)

Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukukuyisa emhlabeni)

Bhabha (habe ngikwazi)
Bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukukuyisa emhlabeni)
[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.

Writer: ASANDA MSAKI MVANA, SIPHAMANDLA FETE, SIYABONGA RADU
Copyright: Lyrics © Universal Music Publishing Group

Back to: Msaki

Tags:
No tags yet