Lo Thixo endimthandazayo
Akozeli, akalali
Lo Thixo enimthembileyo unguYise
Wamabandla onke
Ngangamsh' entle yasekhay'ezulwini
Ungumabizwa mabizwa'sabele
Lo Thixo, endimsebenzelayo
Yena uyiNgcwele unothando nofefe
Ndiyam'themba xa ndisengxingweni
Undimbathisa ingubo yakhe efudumeleyo
Ngangamsha entle yasekhay'ezulwini
Ungumabizwa mabizwa'sabele
Siyakudumisa Bawo (Siya)
Simana sithi uyiNgcwele (Simana sithi uyiNgcwele)
Siyakudumisa Bawo (Siyakudumisa Bawo)
Simana sithi uyiNgcwele (Simana sithi)
Asimbonanga (Uyingcwele) ofana naye (Asimbonanga ofana naye)
Simana sithi uyiNgcwele (Simana sithi uyiNgcwele)
Siyakudumisa Bawo (Siyakudumisa Bawo simana sithi uyingcwele)
Lo Thixo, endimthandazayo
Akozeli emanakelweni
Lo Thixo endimsebenzelayo (Sebenzalayo)
Yena uyiNgcwele unothando unofefe
Ngangamsh' entle yasekhaya ezulwini (Ezulwini)
Ungumabizwa (Ungumadida) mabizwa'sabele (UnguMabizwa'sabele)
Siyakudumisa (Uyincgwele) Bawo (Unofefe)
Simana sithi uyiNgcwele (Unothando akekho'fana nawe)
Siyakudumisa Bawo (Akekho onjengawe, ungumabizwa'sabele)
Simana sithi uyiNgcwele (yena uyingcwele, unothando, unobubele)
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele (uyingcwele)
Siyakudumisa Bawo (Siyakudumisa Bawo)
Simana sithi uyiNgcwele (simana sithi akekho onjengawe)
Siyakudumisa Bawo simana sithi uyiNgcwele (Siyakudumisa Bawo simana sithi uyiNgcwele)

UyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo (Siyakudumisa Bawo) simana sithi uyiNgcwele