Back to Top

Simphiwe Dana - Bantu Biko Street Lyrics

Simphiwe Dana - Bantu Biko Street Lyrics
Official

Noba esispaji
Singenay'imali
Ndosiphatha xa ndihamb'eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Noba esispaji
Singenay'imali
Ndosiphatha xa ndihamb'eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Andinay'imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw'ezazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw'gangatha kuphil'akuthengwa)
Akuthengwa (Kuphil'akuthengwa)
Yintoni leyo (Kuphil'akuthengwa)
Khuza wena (Asinakuyazi hayi isimanga)

Nawe Mongameli
Xa ubon'abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis'isizwe)
Wena Mongameli
Fundis'abantwana bethu
(Nants'intw'esay'lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
Siyazama (Sihamba nzima)
Khuza wena (Ngathi sowubon'indifanele le ndawo)

Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek'ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
Besithathela konke (Wawukhona)
Sakhal'iinyembezi (Thina sobabini sivela eGolgotha)

Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siy'khangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siy'khangele ihambo)
Hamba njalo
Sukoyika (Hamba njalo)
Ngoba kufanele (Zincede khawuleza lingekatshon'ilanga)

[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.

Writer: SIMPIWE DANA, BHEKISASA SIFISO MAKHOSONKWE KHOZA, SINETHEMBA DANA
Copyright: Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Downtown Music Publishing

Simphiwe Dana - Bantu Biko Street Video
(Show video at the top of the page)

Tags:
No tags yet