Back to Top

Umzali Wami Video (MV)




Performed By: Simphiwe Dana
Length: 5:30
Written by: SINETHEMBA DANA




Simphiwe Dana - Umzali Wami Lyrics
Official




Wo mzali wam mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo mzali wam mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo ye ye ye mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo ye ye ye wonyantsula maMjoli
Umzali wam
Wo ye ye ye ye ye ye wodakasa maMjoli
Umzali wam

Wandithwala umaMjoli mzali wam ye ye ye
Umzali wam
Wandithwal'emagxeni mzali wam
Umzali wam

Mzali wam, mzali wam, mzali wam
Mzali wam, mzali wam, mzali wam
Mzali wam, mzali wam, mzali wam

Ungamabala mabal'omnyama
Zinga lakho lond'thanda
Lizis'ilanga
Ntsikelelo zezam ye ye zezam ye ye ye
Ndizalwa nguwe
Zalwa ndingenanto
Ze ndibenako konke

Ungumnqweno ndowfezekisa
Uyinkululeko magameni am
Ndokwenza njani ndokwenza njani
Undishiya undishiya

Ungumnqweno ndowfezekisa
Uyinkululeko magameni am
Ndokwenza njani
Xa kungenzeka
Undishiye he he he he
Umzali wam

Phefumla, pheeefumla
Watsh'umama
Wakhal'inyembezi

Phefumla hu hu hu humla phefumla-
And she broke down and cried,
Her tears washed over me
And we pushed and we pushed and we pushed
Swung away from the fire yeah he he he he he he
Umzali wam
And so deeper we go, deeper
Deeper

Wo yeh yeh yeh yeh yeh yeh
Tyhini uzele maMjoli
Woy yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh
Tyhini uzele maMjoli
Wen'uzele, wen'uzele
Wena uzele maMjoli
Wen'uzele wen'uzele apha kum
Hayi uzele maMjoli

Wen'uzele wen'uzel' apha kum
Wena uzele maMjoli
Hayi uzele maMjoli
Wena uzele maMjoli
Ungamtyholi ngant'uQamata
Hayi uzele maMjoli
Ungamtyholi ngant' uQamata
[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.


We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.




Wo mzali wam mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo mzali wam mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo ye ye ye mzali wam hehehe
Umzali wam
Wo ye ye ye wonyantsula maMjoli
Umzali wam
Wo ye ye ye ye ye ye wodakasa maMjoli
Umzali wam

Wandithwala umaMjoli mzali wam ye ye ye
Umzali wam
Wandithwal'emagxeni mzali wam
Umzali wam

Mzali wam, mzali wam, mzali wam
Mzali wam, mzali wam, mzali wam
Mzali wam, mzali wam, mzali wam

Ungamabala mabal'omnyama
Zinga lakho lond'thanda
Lizis'ilanga
Ntsikelelo zezam ye ye zezam ye ye ye
Ndizalwa nguwe
Zalwa ndingenanto
Ze ndibenako konke

Ungumnqweno ndowfezekisa
Uyinkululeko magameni am
Ndokwenza njani ndokwenza njani
Undishiya undishiya

Ungumnqweno ndowfezekisa
Uyinkululeko magameni am
Ndokwenza njani
Xa kungenzeka
Undishiye he he he he
Umzali wam

Phefumla, pheeefumla
Watsh'umama
Wakhal'inyembezi

Phefumla hu hu hu humla phefumla-
And she broke down and cried,
Her tears washed over me
And we pushed and we pushed and we pushed
Swung away from the fire yeah he he he he he he
Umzali wam
And so deeper we go, deeper
Deeper

Wo yeh yeh yeh yeh yeh yeh
Tyhini uzele maMjoli
Woy yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh
Tyhini uzele maMjoli
Wen'uzele, wen'uzele
Wena uzele maMjoli
Wen'uzele wen'uzele apha kum
Hayi uzele maMjoli

Wen'uzele wen'uzel' apha kum
Wena uzele maMjoli
Hayi uzele maMjoli
Wena uzele maMjoli
Ungamtyholi ngant'uQamata
Hayi uzele maMjoli
Ungamtyholi ngant' uQamata
[ Correct these Lyrics ]
Writer: SINETHEMBA DANA
Copyright: Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC


Tags:
No tags yet